INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ Yeremiya 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Amasiko ezizwana+ angumphunga nje, kuba izithixo zazo zingumthi nje+ ogawulwa ehlathini, umsebenzi wezandla zengcibi ngenkxola+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
3 Amasiko ezizwana+ angumphunga nje, kuba izithixo zazo zingumthi nje+ ogawulwa ehlathini, umsebenzi wezandla zengcibi ngenkxola+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+