-
2 Kumkani 14:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Waza uYehowashe ukumkani wakwaSirayeli wathumela kuAmatsiya ukumkani wakwaYuda, esithi: “Ukhula olunameva olwaluseLebhanon lwathumela kumsedare+ owawuseLebhanon, lusithi, ‘Intombi yakho yinike unyana wam njengomfazi.’ Noko ke, kwadlula irhamncwa lasendle elaliseLebhanon laza lalunyathela ukhula olunameva.+
-