49 Ngoko bonke abantu bazigawulela ngamnye isebe baza balandela uAbhimeleki. Ngoko bawabeka ngakwigumbi eliphantsi komhlaba, baza batshisa ngawo igumbi eliphantsi komhlaba, kangangokuba bonke abantu benqaba yakwaShekem bafa nabo, malunga newaka lamadoda nabafazi.+