Isaya 37:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ke kaloku nguwo lo umqondiso kuwe: Kulo nyaka kuya kudliwa ummilela,+ ngonyaka wesibini isihlabane; kodwa ngonyaka wesithathu nohlwayela imbewu, nivune, nityale izidiliya nize nidle iziqhamo zazo.+
30 “‘Ke kaloku nguwo lo umqondiso kuwe: Kulo nyaka kuya kudliwa ummilela,+ ngonyaka wesibini isihlabane; kodwa ngonyaka wesithathu nohlwayela imbewu, nivune, nityale izidiliya nize nidle iziqhamo zazo.+