IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 10:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Intsalela iya kubuya, intsalela kaYakobi, ize kuThixo Onamandla.+

  • Yeremiya 44:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaye akukho uya kubaleka okanye osindayo kwintsalela yakwaYuda engenayo ukuba ihlale apho njengabaphambukeli, kwilizwe laseYiputa,+ nokubuyela kwilizwe lakwaYuda elo akuphakamisele kulo okunqwenelwa ngumphefumlo wabo ukuba babuyele ukuze bahlale;+ kuba abayi kubuya, ngaphandle kwabathile ababalekileyo.’”

  • Roma 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+

  • Roma 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokunjalo, nangoku kukho intsalela+ yabanyuliweyo+ ngobubele obungasifanelanga.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share