IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waphuma kwelo lizwe waya eAsiriya+ waza wakha iNineve+ neRehobhoti-Ire neKala

  • Yona 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Sukuma, uye eNineve+ isixeko esikhulu, uze ubhengeze nxamnye nayo ukuba ububi babo bunyuke beza kufika phambi kwam.”+

  • Nahum 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye iNineve, ukususela kwimini yobukho bayo,+ yayinjengechibi lamanzi;+ kodwa bayasaba. “Yimani ngxi! Yimani ngxi!” Kodwa akukho namnye ujikayo.+

  • Zefaniya 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Uya kolulela isandla sakhe ngasemntla, ayitshabalalise iAsiriya.+ NeNineve uya kuyenza inkangala ephanzileyo,+ ummandla ongumqwebedu njengentlango.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share