Genesis 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko uYehova wathi: “Isikhalo sokumangalelwa kweSodom neGomora sikhulu,+ ewe, nesono sazo sinzima kakhulu.+ Yakobi 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi. ISityhilelo 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba izono zayo ziye zafumba zada zafikelela ezulwini,+ noThixo uye wazikhumbula izenzo zayo zokungekho sikweni.+
20 Ngenxa yoko uYehova wathi: “Isikhalo sokumangalelwa kweSodom neGomora sikhulu,+ ewe, nesono sazo sinzima kakhulu.+
4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.
5 Kuba izono zayo ziye zafumba zada zafikelela ezulwini,+ noThixo uye wazikhumbula izenzo zayo zokungekho sikweni.+