2 Kronike 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngaloo ndlela uYehova wamsindisa uHezekiya nabemi baseYerusalem esandleni sikaSenaribhe ukumkani waseAsiriya+ nasesandleni sabo bonke abanye yaye wabanika ukuphumla macala onke.+ Isaya 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+ Isaya 38:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 nasentendeni kakumkani waseAsiriya ndiya kukuhlangula wena nesi sixeko, kwaye ndiya kusikhusela esi sixeko.+
22 Ngaloo ndlela uYehova wamsindisa uHezekiya nabemi baseYerusalem esandleni sikaSenaribhe ukumkani waseAsiriya+ nasesandleni sabo bonke abanye yaye wabanika ukuphumla macala onke.+
24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+
6 nasentendeni kakumkani waseAsiriya ndiya kukuhlangula wena nesi sixeko, kwaye ndiya kusikhusela esi sixeko.+