ABagwebi 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wathi kuye: “Ke kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ umele undenzele umqondiso wokuba nguwe othetha nam.+ Isaya 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Zicelele umqondiso kuYehova uThixo wakho,+ uwenze nzulu njengeShiyol okanye uwenze uphakame njengemimandla ephezulu.” Isaya 38:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngelo xesha, uHezekiya wathi: “Uyintoni na umqondiso wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kaYehova?”+
17 Waza wathi kuye: “Ke kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ umele undenzele umqondiso wokuba nguwe othetha nam.+
11 “Zicelele umqondiso kuYehova uThixo wakho,+ uwenze nzulu njengeShiyol okanye uwenze uphakame njengemimandla ephezulu.”
22 Ngelo xesha, uHezekiya wathi: “Uyintoni na umqondiso wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kaYehova?”+