IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 32:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 UHezekiya waba nobutyebi nozuko olukhulu kakhulu;+ wazenzela oovimba besilivere nabegolide+ nabamatye anqabileyo+ nabeoli yebhalsam+ nabamakhakha+ nobayo yonke impahla enqwenelekayo;+

  • INdumiso 49:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Abo bakholose ngobuncwane babo,+

      Nabaqhubeka beqhayisa ngobuninzi bobutyebi babo,+

  • Yeremiya 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+

  • Yakobi 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa ngoku niqhayisa ngokuzigwagwisa kwenu ngokuzidla.+ Konke ukuqhayisa okunjalo kungendawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share