10 Wandula ke wanika+ ukumkani ikhulu elinamashumi amabini eetalente zegolide+ neoli yebhalsam+ eninzi kakhulu namatye axabisekileyo. Akuzange kuphinde kuziswe ioli yebhasalm eninzi kangako njengaleyo ukumkanikazi waseShebha wayinika uKumkani uSolomon.