Isaya 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Khangela! Kuza imihla, ekuya kuthi ngayo konke okusendlwini yakho noko kwaqwetywa ngookhokho bakho ukuza kuthi ga kule mini kuthwalelwe eBhabhiloni.’+ ‘Akukho nto iya kusala,’+ utsho uYehova.
6 ‘Khangela! Kuza imihla, ekuya kuthi ngayo konke okusendlwini yakho noko kwaqwetywa ngookhokho bakho ukuza kuthi ga kule mini kuthwalelwe eBhabhiloni.’+ ‘Akukho nto iya kusala,’+ utsho uYehova.