2 Kumkani 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ‘“Khangela! Kuza imihla, ekuya kuthi ngayo konke okusendlwini yakho+ noko kwaqwetywa ngookhokho bakho kude kube ngulo mhla kuthwalelwe eBhabhiloni.+ Akukho nto iya kusala,”+ utsho uYehova. Daniyeli 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+
17 ‘“Khangela! Kuza imihla, ekuya kuthi ngayo konke okusendlwini yakho+ noko kwaqwetywa ngookhokho bakho kude kube ngulo mhla kuthwalelwe eBhabhiloni.+ Akukho nto iya kusala,”+ utsho uYehova.
2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+