Daniyeli 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wathi akuthetha nabo ukumkani, wafumanisa ukuba akukho namnye kubo owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya;+ baza bona baqhubeka besima phambi kokumkani.+ Daniyeli 2:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani.
19 Wathi akuthetha nabo ukumkani, wafumanisa ukuba akukho namnye kubo owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya;+ baza bona baqhubeka besima phambi kokumkani.+
49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani.