IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ke eminye imicimbi kaSolomon nako konke awakwenzayo nobulumko bakhe, akubhalwanga na encwadini yemicimbi kaSolomon?

  • 1 Kumkani 15:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yonke ke imicimbi ka-Asa nawo onke amandla akhe nako konke awakwenzayo nezixeko awazakhayo, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Wathi ke akuba mdala+ waba nesifo seenyawo.+

  • 1 Kronike 27:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYowabhi+ unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akagqiba;+ yaye ngenxa yoku wacaphuka+ uSirayeli, alaziswa inani engxelweni yemicimbi yemihla kaKumkani uDavide.

  • 2 Kronike 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke yona imicimbi kaRehobhoham, eyokuqala neyokugqibela,+ ayibhalwanga na emazwini kaShemaya+ umprofeti noIdo+ imboni ngokubhaliswa ngokomlibo wokuzalwa? Yaye yayiziimfazwe phakathi kukaRehobhoham+ noYerobhoham+ amaxesha onke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share