9 Ngokuqinisekileyo ndiya kubamisela indawo abantu bam amaSirayeli ndize ndibatyale,+ kwaye eneneni baya kuhlala apho bakhoyo yaye abasayi kuphinda baphazanyiswe; noonyana bentswela-bulungisa+ abayi kubaphazamisa kwakhona, njengoko benjenjalo ekuqaleni,+