10 Ngokuqinisekileyo ndiya kubamisela indawo+ abantu bam amaSirayeli ndize ndibatyale,+ kwaye eneneni baya kuhlala apho bakhoyo, yaye abasayi kuphinda baphazanyiswe; noonyana bentswela-bulungisa abayi kubaxhwalekisa kwakhona njengoko benjenjalo ekuqaleni,+