Duteronomi 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Isono senu enasenzayo, ithole elo,+ ndalithabatha, ndalitshisa ngomlilo, ndalityumza, ndalisila lada lacoleka laluthuli; emva koko ndaluphosa uthuli lwalo kumsinga owawusihla entabeni.+ Duteronomi 31:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba ndazi kakuhle ukuba emva kokufa kwam niya kuzonakalisa ngenene,+ niphambuke ngokuqinisekileyo endleleni endiniyalele ngayo; nize ke eneneni nehlelwe yintlekele+ ekupheleni kwemihla, ngokuba niya kwenza ububi emehlweni kaYehova ukuba nimcaphukise ngemisebenzi yezandla zenu.”+ ABagwebi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngaloo ndlela bamshiya uYehova baza bakhonza uBhahali nemifanekiso ka-Ashtoreti.+ INdumiso 106:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Bakhonza izithixo zazo,+Zona ke ezi zaba ngumgibe kubo.+ Hezekile 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Uya kubagweba na? Uya kubagweba na, nyana womntu?+ Bazise izinto ezicekisekayo zookhokho babo.+ IZenzo 7:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 nina enamkela uMthetho njengoko wawudluliselwa ziingelosi+ kodwa anawugcina.”
21 Isono senu enasenzayo, ithole elo,+ ndalithabatha, ndalitshisa ngomlilo, ndalityumza, ndalisila lada lacoleka laluthuli; emva koko ndaluphosa uthuli lwalo kumsinga owawusihla entabeni.+
29 Kuba ndazi kakuhle ukuba emva kokufa kwam niya kuzonakalisa ngenene,+ niphambuke ngokuqinisekileyo endleleni endiniyalele ngayo; nize ke eneneni nehlelwe yintlekele+ ekupheleni kwemihla, ngokuba niya kwenza ububi emehlweni kaYehova ukuba nimcaphukise ngemisebenzi yezandla zenu.”+