IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, yazise+ iYerusalem izinto zayo ezicekisekayo.+

  • Hezekile 16:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “‘Ke yona iSamariya,+ ayonanga nkqu nangokwesiqingatha sezono zakho, kodwa wena uzenza ziphuphume izinto zakho ezicekisekayo ngaphezu kokuba yona yenjenjalo, ngokokuze wenze oodade wenu babonakale bengamalungisa ngenxa yezinto zonke ezicekisekayo owazenzayo.+

  • Hezekile 22:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Wena ke, nyana womntu, uya kusigweba na,+ uya kusigweba na isixeko esinetyala legazi+ uze ngokuqinisekileyo usazise zonke izinto zaso ezicekisekayo?+

  • Hezekile 23:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, uya kumgweba na+ uOhola no-Oholibha+ uze ubaxelele izinto zabo ezicekisekayo?+

  • Luka 11:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 “Yeha nina, ngokuba nakha amangcwaba enkumbulo abaprofeti, ukanti babulawa ngookhokho benu!+

  • IZenzo 7:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share