2 Kumkani 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke uShafan unobhala weza kukumkani waza wamphendula ukumkani wathi: “Abakhonzi bakho bayithulule imali eye yafumaneka endlwini, yaye baqhubeka beyinikela esandleni sabo benza umsebenzi, abo bamiselweyo, endlwini kaYehova.”+ 2 Kronike 34:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka weshumi elinesibhozo+ wokulawula kwakhe, esakube elihlambulule ilizwe nendlu, wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya noMahaseya intloko yesixeko noYowa unyana kaYowahazi owayegcina ingxelo ukuya kulungisa+ indlu kaYehova uThixo wakhe.
9 Wandula ke uShafan unobhala weza kukumkani waza wamphendula ukumkani wathi: “Abakhonzi bakho bayithulule imali eye yafumaneka endlwini, yaye baqhubeka beyinikela esandleni sabo benza umsebenzi, abo bamiselweyo, endlwini kaYehova.”+
8 Ngonyaka weshumi elinesibhozo+ wokulawula kwakhe, esakube elihlambulule ilizwe nendlu, wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya noMahaseya intloko yesixeko noYowa unyana kaYowahazi owayegcina ingxelo ukuya kulungisa+ indlu kaYehova uThixo wakhe.