IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UYehoyada umbingeleli wathabatha isikhongozelo+ waza wagqobhoza umngxuma esicikweni saso wasibeka ecaleni kwesibingelelo ngasekunene xa umntu engena endlwini kaYehova, yaye apho ababingeleli, abagcini-mnyango,+ babeka yonke imali+ eyayisiziswa endlwini kaYehova.

  • 1 Kronike 26:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwezi zahlulo zabagcini-masango, amadoda aziintloko ayenezabelo kanye njengabantakwabo,+ ukulungiselela endlwini kaYehova.

  • 2 Kronike 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngaphezu koko, wamisa izahlulo+ zababingeleli kwiinkonzo zabo ngokommiselo kaDavide uyise,+ nabaLevi+ kwizigxina ababesebenza kuzo, ukudumisa+ nokulungiselela+ phambi kwababingeleli njengokulindelekileyo mihla le,+ nabagcini-masango kwizahlulo zabo kumasango awahlukeneyo,+ kuba lowo yayingumyalelo kaDavide umntu kaTHIXO oyinyaniso.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share