Levitikus 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+ Duteronomi 28:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 “Kothi kanye njengokuba uYehova wayegcoba ngani ukuba anenzele okulungileyo, anandise,+ enjenjalo uYehova ukugcoba ngani ukuba anitshabalalise, anibhubhise;+ ninyothulwe emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+ Daniyeli 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena.
15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+
63 “Kothi kanye njengokuba uYehova wayegcoba ngani ukuba anenzele okulungileyo, anandise,+ enjenjalo uYehova ukugcoba ngani ukuba anitshabalalise, anibhubhise;+ ninyothulwe emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+
11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena.