IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ekugqibeleni wathabatha incwadi yomnqophiso+ waza wayifunda ezindlebeni zabantu.+ Bathi bona: “Sikulungele ukukwenza nokukuthobela konke akuthethileyo uYehova.”+

  • Duteronomi 31:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Uya kulala kookhokho bakho;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kusuka+ esi sizwana sibe neentlobano zokuziphatha okubi noothixo basemzini belizwe esiya kulo,+ esiya kuba phakathi kwabo, yaye ngokuqinisekileyo siya kundishiya+ size siwaphule umnqophiso wam endiwenze naso.+

  • Yeremiya 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Babuyele kwiziphoso zookhokho babo,+ ababa ngabokuqala, ukwala ukuthobela amazwi am, kodwa besuka balandela abanye oothixo ukuze babakhonze.+ Indlu kaSirayeli nendlu kaYuda ziwaphule umnqophiso wam endawenzayo nookhokho babo.+

  • Hebhere 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share