Genesis 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kungenxa yoko le nto wayibiza loo ndawo ngokuthi yiBher-shebha,+ kuba kulapho bafungayo bobabini. 1 Kumkani 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye woyika. Ngenxa yoko waphakama waza wahamba ngenxa yomphefumlo wakhe,+ wafika eBher-shebha,+ yakwaYuda.+ Waza washiya umlindi wakhe apho ngasemva.
3 Yaye woyika. Ngenxa yoko waphakama waza wahamba ngenxa yomphefumlo wakhe,+ wafika eBher-shebha,+ yakwaYuda.+ Waza washiya umlindi wakhe apho ngasemva.