IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15  UFaro wayiva le nto, waza walinga ukumbulala uMoses;+ kodwa uMoses wabaleka+ wemka kuFaro waya kuhlala ezweni lakwaMidiyan;+ wafika khona wahlala ngasequleni.

  • 1 Samuweli 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Noko ke, uDavide wathi entliziyweni yakhe: “Ke kaloku ngenye imini ndoze nditshayelwe sisandla sikaSawule. Akukho nto ilunge ngakumbi kum kunokuba nakanjani na ndibalekele+ kwilizwe lamaFilisti;+ uSawule umele aphelelwe lithemba ekundifuneni kwakhe kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaleka esandleni sakhe.”

  • IMizekeliso 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umsindo kakumkani uthetha abathunywa bokufa,+ kodwa umntu osisilumko uyawunqanda.+

  • IMizekeliso 22:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Onobuqili ubona intlekele azifihle,+ kodwa abangenamava bayadlula baze bafumane isohlwayo.+

  • Mateyu 10:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Xa benitshutshisa kwesinye isixeko, sabelani kwesinye;+ kuba inene ndithi kuni, anisayi kuze nisigqibe isiphaluka+ sezixeko zakwaSirayeli de uNyana womntu afike.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share