33 Wenza iminikelo esibingelelweni awayesenzile eBheteli ngosuku lweshumi elinesihlanu ngenyanga yesibhozo, ngenyanga awayeyikhethe ngokwakhe;+ yaye wenzela oonyana bakaSirayeli umthendeleko wenza neminikelo esibingelelweni ukuze kuqhunyiswe umbingelelo.+