1 Kumkani 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngako oko wasibeka kwindawo yakhe yokungcwaba isidumbu sayo; baza baqhubeka bemenzela isijwili besithi:+ “Yeha, mzalwana wam!” 1 Kumkani 13:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye kwathi emva kokuba emngcwabile wahlabela mgama wathi koonyana bakhe: “Ndisakufa nize nindingcwabe kwindawo yokungcwaba angcwatywe kuyo lo mntu kaTHIXO oyinyaniso. Amathambo am niwabeke ecaleni kwamathambo akhe.+
30 Ngako oko wasibeka kwindawo yakhe yokungcwaba isidumbu sayo; baza baqhubeka bemenzela isijwili besithi:+ “Yeha, mzalwana wam!”
31 Yaye kwathi emva kokuba emngcwabile wahlabela mgama wathi koonyana bakhe: “Ndisakufa nize nindingcwabe kwindawo yokungcwaba angcwatywe kuyo lo mntu kaTHIXO oyinyaniso. Amathambo am niwabeke ecaleni kwamathambo akhe.+