2 Kumkani 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka befuna oko kwakukubi emehlweni kaYehova uThixo wabo+ baza baqhubeka bezakhela iindawo eziphakamileyo+ kuzo zonke izixeko zabo, ukususela kwinqaba+ yabalindi ukuya kufikelela kwisixeko esinqatyisiweyo; 2 Kronike 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,
9 yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka befuna oko kwakukubi emehlweni kaYehova uThixo wabo+ baza baqhubeka bezakhela iindawo eziphakamileyo+ kuzo zonke izixeko zabo, ukususela kwinqaba+ yabalindi ukuya kufikelela kwisixeko esinqatyisiweyo;
6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,