2 Kumkani 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYosiya wazishenxisa zonke izindlu+ zeendawo eziphakamileyo ezazikwizixeko+ zaseSamariya ezo zazakhiwe ngookumkani+ bakwaSirayeli ngenjongo yokucaphukisa,+ wenza kuzo ngokwendlela awayenze ngayo eBheteli.+ 2 Kronike 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wathumela uHezekiya kuye wonke uSirayeli+ noYuda, wababhalela uEfrayim+ noManase iincwadi,+ ukuba beze endlwini kaYehova+ eYerusalem ukuze benze ipasika+ kuYehova uTHIXO kaSirayeli.
19 UYosiya wazishenxisa zonke izindlu+ zeendawo eziphakamileyo ezazikwizixeko+ zaseSamariya ezo zazakhiwe ngookumkani+ bakwaSirayeli ngenjongo yokucaphukisa,+ wenza kuzo ngokwendlela awayenze ngayo eBheteli.+
30 Wathumela uHezekiya kuye wonke uSirayeli+ noYuda, wababhalela uEfrayim+ noManase iincwadi,+ ukuba beze endlwini kaYehova+ eYerusalem ukuze benze ipasika+ kuYehova uTHIXO kaSirayeli.