2 Kronike 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wathumela uHezekiya kuye wonke uSirayeli+ noYuda, wababhalela uEfrayim+ noManase iincwadi,+ ukuba beze endlwini kaYehova+ eYerusalem ukuze benze ipasika+ kuYehova uTHIXO kaSirayeli. 2 Kronike 30:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Sahlanganisana ndawonye eYerusalem,+ isizwana esikhulu, ukuze senze umthendeleko+ wamaqebengwana angenagwele ngenyanga yesibini,+ ibandla elikhulu kakhulu.
30 Wathumela uHezekiya kuye wonke uSirayeli+ noYuda, wababhalela uEfrayim+ noManase iincwadi,+ ukuba beze endlwini kaYehova+ eYerusalem ukuze benze ipasika+ kuYehova uTHIXO kaSirayeli.
13 Sahlanganisana ndawonye eYerusalem,+ isizwana esikhulu, ukuze senze umthendeleko+ wamaqebengwana angenagwele ngenyanga yesibini,+ ibandla elikhulu kakhulu.