Yoshuwa 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oonyana bakaYosefu,+ uManase noEfrayim,+ bafumana ilifa lelizwe.+ 2 Kronike 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wabeka imikhosi yamajoni kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wabeka iinkampu zomkhosi kwilizwe lakwaYuda nakwizixeko zakwaEfrayim ezo uAsa uyise awazithimbayo.+ 2 Kronike 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke, Hoseya 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ndingakuyeka njani, Efrayim?+ Ndingakunikela njani, Sirayeli?+ Ndingathini ukukulahla njengeAdima?+ Ndingathini na ukukwenza ube njengeTsebhoyim?+ Intliziyo yam itshintshile ngaphakathi kum;+ kwangaxeshanye iimfesane zam ziyavutha.
2 Wabeka imikhosi yamajoni kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wabeka iinkampu zomkhosi kwilizwe lakwaYuda nakwizixeko zakwaEfrayim ezo uAsa uyise awazithimbayo.+
6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,
8 “Ndingakuyeka njani, Efrayim?+ Ndingakunikela njani, Sirayeli?+ Ndingathini ukukulahla njengeAdima?+ Ndingathini na ukukwenza ube njengeTsebhoyim?+ Intliziyo yam itshintshile ngaphakathi kum;+ kwangaxeshanye iimfesane zam ziyavutha.