Levitikus 19:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘Musani ukuphethukela kwabaneshologu,+ yaye ningabuzisi kwabo banobunkunkqele bokuxela iziganeko kwangaphambili,+ ukuze nizenze abangahlambulukanga ngabo. NdinguYehova uThixo wenu. Levitikus 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Ukuba ithe indoda okanye umfazi baba neshologu okanye umoya wokuxela kwangaphambili,+ mababulawe bafe.+ Mababagibisele ngamatye bafe. Igazi labo liphezu kwabo.’”+ 1 Samuweli 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+
31 “‘Musani ukuphethukela kwabaneshologu,+ yaye ningabuzisi kwabo banobunkunkqele bokuxela iziganeko kwangaphambili,+ ukuze nizenze abangahlambulukanga ngabo. NdinguYehova uThixo wenu.
27 “‘Ukuba ithe indoda okanye umfazi baba neshologu okanye umoya wokuxela kwangaphambili,+ mababulawe bafe.+ Mababagibisele ngamatye bafe. Igazi labo liphezu kwabo.’”+
3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+