2 Kumkani 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wayekholose ngoYehova uTHIXO kaSirayeli;+ yaye emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda,+ kwanabo babephambi kwakhe.+
5 Wayekholose ngoYehova uTHIXO kaSirayeli;+ yaye emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda,+ kwanabo babephambi kwakhe.+