2 Kumkani 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kungenxa yoko le nto uYehova uTHIXO kaSirayeli ethe, ‘Yabona ndizisa intlekele eYerusalem+ nakwaYuda, ekuya kuthi ukuba nabani na uyeva ngayo zithi nzwi iindlebe zakhe zombini.+ 2 Kumkani 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+ 2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
12 Kungenxa yoko le nto uYehova uTHIXO kaSirayeli ethe, ‘Yabona ndizisa intlekele eYerusalem+ nakwaYuda, ekuya kuthi ukuba nabani na uyeva ngayo zithi nzwi iindlebe zakhe zombini.+
17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+