2 Kronike 35:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva kwako konke oku akuba uYosiya eyilungisile indlu, uNeko+ ukumkani waseYiputa+ wenyuka weza kulwa eKarkemishe+ ngakumEfrate. Waza waphuma uYosiya+ ukuya kuqubisana naye.+ IMizekeliso 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Unjengobamba inja ngeendlebe odlulayo aze avuthe ngumsindo ngengxabano engeyoyakhe.+ Luka 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Okanye nguwuphi na ukumkani, othi ematsha ukuya kuhlangana nomnye ukumkani emfazweni, angathi kuqala ahlale phantsi, acebe enoba unako na ngabaphumi-mkhosi abalishumi lamawaka ukumelana nalowo uza nxamnye naye enamashumi amabini amawaka?+
20 Emva kwako konke oku akuba uYosiya eyilungisile indlu, uNeko+ ukumkani waseYiputa+ wenyuka weza kulwa eKarkemishe+ ngakumEfrate. Waza waphuma uYosiya+ ukuya kuqubisana naye.+
31 Okanye nguwuphi na ukumkani, othi ematsha ukuya kuhlangana nomnye ukumkani emfazweni, angathi kuqala ahlale phantsi, acebe enoba unako na ngabaphumi-mkhosi abalishumi lamawaka ukumelana nalowo uza nxamnye naye enamashumi amabini amawaka?+