Isaya 57:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Ilungisa litshabalele,+ kodwa akukho bani ukuthabathela ntliziyweni oko.+ Nabantu bobubele bothando bahlangiselwa ekufeni,+ ngoxa kungekho bani uqondayo ukuba ukususwa kwelungisa kungenxa yentlekele.+
57 Ilungisa litshabalele,+ kodwa akukho bani ukuthabathela ntliziyweni oko.+ Nabantu bobubele bothando bahlangiselwa ekufeni,+ ngoxa kungekho bani uqondayo ukuba ukususwa kwelungisa kungenxa yentlekele.+