-
2 Kumkani 18:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Ngoko uHezekiya ukumkani wakwaYuda wathumela kukumkani waseAsiriya eLakishe, esithi: “Ndonile. Rhoxa kum. Nantoni na oyibeka phezu kwam ndiya kuyithwala.”+ Ngako oko ukumkani waseAsiriya wabeka phezu kukaHezekiya ukumkani wakwaYuda amakhulu amathathu eetalente zesilivere+ namashumi amathathu eetalente zegolide.
-