2 Kumkani 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova waba naye.+ Naphi na apho wayesiya khona, wayesenza ngokunengqiqo;+ yaye wavukela ukumkani waseAsiriya ibe akazange amkhonze.+ IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+ Luka 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ukuba, enyanisweni, akanako, wandula ke ngoxa lowo esekude athumele igqiza loonozakuzaku, acele kubekho uxolo.+
7 UYehova waba naye.+ Naphi na apho wayesiya khona, wayesenza ngokunengqiqo;+ yaye wavukela ukumkani waseAsiriya ibe akazange amkhonze.+
32 Ukuba, enyanisweni, akanako, wandula ke ngoxa lowo esekude athumele igqiza loonozakuzaku, acele kubekho uxolo.+