2 Kronike 36:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinanye; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.+
5 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinanye; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.+