2 Kumkani 23:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.