2 Kumkani 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva koko uElisha wafa baza bamngcwaba.+ Yaye kwakukho amatutu+ amaMowabhi+ awayesiza njalo kwelo lizwe ekuthwaseni konyaka.
20 Emva koko uElisha wafa baza bamngcwaba.+ Yaye kwakukho amatutu+ amaMowabhi+ awayesiza njalo kwelo lizwe ekuthwaseni konyaka.