Yeremiya 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza wathi uYehova kum: “Ukuba uMoses+ noSamuweli+ bebemi phambi kwam, umphefumlo wam ubungayi kuba ngakwesi sizwana.+ Besiya kundululwa simke phambi kobuso bam, ukuze siphume.+ IZililo 3:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 “Thina sinxaxhile, yaye siziphethe ngemvukelo.+ Wena akuxolelanga.+ Hezekile 33:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ngoko ke yithi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Niqhubeka nisidla igazi,+ namehlo enu niqhubeka niwaphakamisela izithixo ezinezothe,+ niqhubeka niphalaza igazi.+ Ngaba nifanele nilidle ilifa na ilizwe?+
15 Waza wathi uYehova kum: “Ukuba uMoses+ noSamuweli+ bebemi phambi kwam, umphefumlo wam ubungayi kuba ngakwesi sizwana.+ Besiya kundululwa simke phambi kobuso bam, ukuze siphume.+
25 “Ngoko ke yithi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Niqhubeka nisidla igazi,+ namehlo enu niqhubeka niwaphakamisela izithixo ezinezothe,+ niqhubeka niphalaza igazi.+ Ngaba nifanele nilidle ilifa na ilizwe?+