2 Kumkani 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko uYehova wayigatya yonke imbewu+ kaSirayeli waza waqhubeka emxhwalekisa emnikela esandleni sabaphangi, de wabalahla basuka phambi kwakhe.+ Yeremiya 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiza kunisusa phambi kobuso bam,+ kanye njengoko ndabasusayo bonke abantakwenu, inzala kaEfrayim iphela.’+
20 Ngenxa yoko uYehova wayigatya yonke imbewu+ kaSirayeli waza waqhubeka emxhwalekisa emnikela esandleni sabaphangi, de wabalahla basuka phambi kwakhe.+
15 Yaye ndiza kunisusa phambi kobuso bam,+ kanye njengoko ndabasusayo bonke abantakwenu, inzala kaEfrayim iphela.’+