2 Kronike 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu+ neentsuku ezilishumi eYerusalem; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+
9 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu+ neentsuku ezilishumi eYerusalem; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+