1 Kumkani 15:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye waqhubeka esenza okubi+ emehlweni kaYehova ehamba endleleni kayise+ nasesonweni sakhe awamonisa ngaso uSirayeli.+ 1 Kumkani 22:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye waqhubeka esenza okubi+ emehlweni kaYehova, wahamba endleleni kayise+ nasendleni kanina+ nasendleleni kaYerobhoham+ unyana kaNebhati, owamonisayo uSirayeli.+ 2 Kumkani 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye waqhubeka esenza oko kubi emehlweni kaYehova.+ Akazange ashenxe kwizono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awonisa ngazo uSirayeli.+
26 Yaye waqhubeka esenza okubi+ emehlweni kaYehova ehamba endleleni kayise+ nasesonweni sakhe awamonisa ngaso uSirayeli.+
52 Yaye waqhubeka esenza okubi+ emehlweni kaYehova, wahamba endleleni kayise+ nasendleni kanina+ nasendleleni kaYerobhoham+ unyana kaNebhati, owamonisayo uSirayeli.+
24 Yaye waqhubeka esenza oko kubi emehlweni kaYehova.+ Akazange ashenxe kwizono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awonisa ngazo uSirayeli.+