Yeremiya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni; Yeremiya 52:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngabo aba abantu awabathabathayo uNebhukaderetsare wabasa ekuthinjweni: ngonyaka wesixhenxe, amaYuda angamawaka amathathu anamashumi mabini anesithathu.+
25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;
28 Ngabo aba abantu awabathabathayo uNebhukaderetsare wabasa ekuthinjweni: ngonyaka wesixhenxe, amaYuda angamawaka amathathu anamashumi mabini anesithathu.+