Isaya 30:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye nathi: “Hayi, kodwa siya kusaba ngamahashe!”+ Kungenxa yoko le nto niya kusaba. “Siya kukhwela amahashe akhawulezayo!”+ Kungenxa yoko le nto abo banisukelayo beya kukhawuleza.+ Yeremiya 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—
16 Yaye nathi: “Hayi, kodwa siya kusaba ngamahashe!”+ Kungenxa yoko le nto niya kusaba. “Siya kukhwela amahashe akhawulezayo!”+ Kungenxa yoko le nto abo banisukelayo beya kukhawuleza.+
8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—