IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 39:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye abanye abantu ababeshiywe esixekweni, nabo baqhweshileyo ababephambukele kuye, nabanye abantu ababeshiyiwe, uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi+ wabathabathela ekuthinjweni eBhabhiloni.+

  • Yeremiya 52:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngonyaka wamashumi amabini anesithathu kaNebhukaderetsare, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wathabathela amaYuda ekuthinjweni, imiphefumlo engamakhulu asixhenxe anamashumi mane anesihlanu.+

      Yonke imiphefumlo yayingamawaka amane anamakhulu mathandathu.

  • Hezekile 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Baya kwazi ukuba ndinguYehova xa ndibasasaza phakathi kweentlanga ndize okunene ndibachithachithe emazweni.+

  • Hezekile 22:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye ndiza kukuchithachitha phakathi kweentlanga ndize ndikusasaze phakathi kwamazwe,+ yaye ndiza kukutshabalalisa ukungahlambuluki kwakho kuwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share