1 Kumkani 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke watyhida iintsika ezimbini zobhedu,+ ukuphakama kwayo kwentsika nganye kuziikubhite ezilishumi elinesibhozo, nomtya weekubhite ezilishumi elinesibini wawuza kulinganisa ukujikeleza ntsika nganye yezimbini.+ 2 Kronike 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Iintsika ezimbini+ neengqukuva+ ezaziphezu kweentsika ezimbini neminatha emibini+ ephinyeneyo yokugubungela iingqukuva ezimbini ezaziphezu kweentsika
15 Wandula ke watyhida iintsika ezimbini zobhedu,+ ukuphakama kwayo kwentsika nganye kuziikubhite ezilishumi elinesibhozo, nomtya weekubhite ezilishumi elinesibini wawuza kulinganisa ukujikeleza ntsika nganye yezimbini.+
12 Iintsika ezimbini+ neengqukuva+ ezaziphezu kweentsika ezimbini neminatha emibini+ ephinyeneyo yokugubungela iingqukuva ezimbini ezaziphezu kweentsika