23 Wenza ulwandle olutyhidiweyo+ oluziikubhite ezilishumi ukususela kolunye udini lwalo kuse kolunye udini, lusisazinge macala onke; nokuphakama kwalo kwakuziikubhite ezintlanu, yaye kwakuthabatha ulutya oluziikubhite ezingamashumi amathathu ukulujikeleza macala onke.+